Iziko elinguvimba weembali iNelson Mandela: Mthatha - Qunu - Mvezo
 
Ukufaka igxalaba kweli ziko

Izipho ezinikezelwa kweli ziko zingumlima-ndlela wokuphumeza indlela ephucukileyo yemfundo engapheliyo kumnombo kaNelson R Mandela, ukunceda ekukhuliseni iinkqubo ezidlamkileyo nto ezo zinyusa umgangatho weli ziko.

 
Uyamenywa ukuba ufake igxalaba
Faka igxalaba  kweli ziko ngokwenjenje:
  • Inkxaso kube kanye
  • Faka inkxaso rhoqo ngenyanga
  • Isibophelelo sonyaka
  • Bandakanya eli ziko kumyolelo wakho
 
Xhasa inkqubo ethile yeli ziko /okanye iprojekthi
  • Imfundo
  • Umboniso
  • Ukufikelela kwimimandla engaphandle naseluntwini
  • Ulawulo lwengqokelela
  • Ulondolozo
 
Uqhagamshelwano
IGosa eliyiNtloko lezeMali
Mnu MW Mdludlu
Ifoni:+27 (0) 47 532 5110
Feksi: +27 (0) 47 532 3345
Imeyile: info@mandelamuseum.org.za


Quote
 

“Nanjengoko benditshilo, into ephambili kukuba unyaniseke kwisiqu sakho. Awungeze ubenefuthe eluntwini ukuba awuthanga uguqule isimo sakho….Onke amaqhawe oxolo ngabantu abazinzileyo, abanyanisekileyo kodwa bengabathobekileyo.”
Nelson Mandela