Iziko elinguvimba weembali iNelson Mandela: Mthatha - Qunu - Mvezo
 
Ulwazi oluphangaleleyo

Iinkcukacha zoqhagamshelwano
 

Ifoni: +27 (0) 47 532 5110
Ifeksi: +27 (0) 47 532 3345

Imeyile: info@mandelamuseum.org.za

 
Iidilesi
 

Idilesi yesitalato:
Nelson Mandela National Museum, Bunga Building, Nelson Mandela Dr & Owen Street, Mthatha, Eastern Cape Province, 5099

Idilesi yeposi:
Nelson Mandela Museum, PO Box 52808, Mthatha, 5099, South Africa

 

 
Ufika njani kule ndawo
 

Eli ziko lakhiwe phakathi kwendlela eya eThekwini kunye neBhayi. Ungafika kuyo ngendlela esuka eKapa, eMonti okanye eThekwini.

Kukho iinqwelo-ntaka ezisuka eRhawutini ezifika kabini ngemini.

Esona sikhululo senqwelo-ntaka esikule ngingqi siseMonti kwaye siyafikeleleka xa usuka kwezinye iidolophu ezinkulu zaseMzantsi Afrika.

Eli ziko lisebenza njengesango eliya kunxweme olusemaphandleni, apho ungakwazi ukutyelela iilwandle ezinjengePort St Johns kunye neCoffee Bay, kwaye liya zingca kuba lineendawo ezibukekayo ezahlukileyo apha eMzantsi Afrika.

Cinezela apha uze ukwazi ukufumana ushicilelo elikubonisa ukuba “Ungaza kufika njani apho”



 
Amaxesha okuvula
 

Iiyure zokuvula
UMvulo kuye kuma
ngoLwesiHlanu
:
09h00 kuye kuma 16h00
imigqibelo kunye neHolide (ngaphandle kweeHolide
zaBasebenzi kunye
nezepasika):
09h 00 kuye 12h30

Amanye amaxesha
ungawazuza xa uthe wenza
uthethwano kuqala
NGOKWEMEYILE OKANYE IFEKSI
+27 (0) 47 532 3345








 
Izipho ezikwivenkile yeli ziko
 

Iincwadi, amakhadi eposi, isikipa kunye neekepusi zinokuthengwa kwivenkile yezinto eziqingqiweyo ngamaxesha okuvula

Ivenkile ethengisa izipho isakhiwa

 
 
Map



Cofa apha uze ufumane ushicilelo olubhalwe phantsi lwe: “Ungafikelela njani apho”.