Iziko elinguvimba weembali iNelson Mandela: Mthatha - Qunu - Mvezo

Unxulumano


Nelson Mandela Foundation
 
YENZA UKUBA INDLALA IBE YIMBALI
     
Iinjongo zokubakho kweNelson Mandela Foundation kukwenza isikhokelo nokuhlahla indlela yophuhliso kumnombo ophilileyo ohlanganisa umbono nexabiso lobomi bukaNelson Mandela kwanomsebenzi wakhe, ngokwenjenje ufake igxalaba kuphuhliso lwelizwe elilawulwa ngumthetho, uxolo nedemokrasi.
 

Eli qumrhu elithi YENZA UKUBA INDLALA IBE YIMBALI liqokelela ndawonye icandelo elimanyeneyo lamaziko angaphezulu kwe200, awokubonelela, awokhankaso, imibutho yabasebenzi, amaqela enkolo kunye neendumasi maziko lawo amanyeneyo ngenkolelo enye yokuba u2005 avulele amathuba enguqu kwihlabathi lonke.

     
Nelson Mandela Children's Fund
 
46664 Campaign
     
Ukutshintshwa kwendlela uluntu oluphatha ngayo abantwana nolutsha.
 

4664 lukhankaso lukaMandela ukunceda ukuphakamisa ulwazi kwiHlabathi lonke ngoGawulayo nentsholongwane yakhe

     
African National Congress
 
South African History Online
     
INtshukumo yenkululeko yoLuntu lwaseMzantsi Afrika
 

Ukukhokelela kwimbali yabantu baseMzantsi Afrika.




Amaqumrhu
IZiko iMandela lamaLungelo oLuntu –Palestine
COSATU
ICongress of South African Trade Unions
I-ANC Youth League
Ushicilelo olusemthethweni lweANC Youth League


Iintetho, udliwano-ndlebe kunye nembali ngabantu

Okuphambili
Indlela ende ehanjwe nguNelson Mandela-Umboniso oqingqiweyo odala uvelwano kwenye yeenkokheli eziphambili zexesha lenkulungwane yama20
Imbasa yoxolo(Nobelprize.org)
Imbali nje emfutshane
Who 2
Nelson Mandela: Imbali ngeWho 2
Oprah.com
Inxeba likaOprah noMandela
Freedom.co.za
Imbali nje emfutshane yobomi bukaNelson Mandela
Zar.co.za
Imbali emfutshane yobomi bukaNelson Mandela ineqonga
lenzinfo.org.za
UMadiba unika imbeko kuAhmed Kathrada xa bekumiselwa iMemoirs eLenasia.
Intetho yeANC -Mandela
Ucweyo lweentetho, inkcaza nemibhalo kaNelson Mandela
ramadji.com
Imbali emfutshane ngobomi bukaNelson Mandela
Okuphambili-Ahmed Kathrada: udliwano-ndlebe
“Kwiintsuku eziphambili xa wawumazi uMandela, wayengumlilo ovuthayo kwezo ntsuku. Ungawachaza amathuba owawunokuthana-mandla kunye naye ukuba ayeyakuba nganjani na?”
UNelson Mandela kwisikhumbuzo seminyaka enga20 sokufa kukaStephen Biko
“Ubuso obuzele bubuntu”
Mandela: Imbali ebaliswayo
Iziqendu ezintlanu zoshicilelo lukanomathotholo lushicilela umzabalazo wenkululeko ngemvakalo zandi ezingaqhelekanga, ilizwi likaMandela ubuqu, kwakunye nabo balwa kunye naye, nababephkisana naye.
Cogent/Benger
Madiba: ubomi nexesha awayephila kulo uNelson Mandela


Amanqaku noshicilelo

Ixesha 100
Njengebanjwa elidumileyo kwihlabathi lonke, kwananjengenkokheli yelizwe lakhe, unangoku, ungumzekelo wokundiliseka kwengqondo oqaqambileyo eMzantsi Afrika nakwamanye amazwe, kutsho uAndre Brink.
Iproject ethi ‘Iqhawe Lam’
IQhawe leNkululeko: Nelson Mandela nguJeff Trussell
IKHASI LIKA E.S. REDDY
Amanqaku, iimpepha kunye neentetho