Iziko elinguvimba weembali iNelson Mandela: Mthatha - Qunu - Mvezo
 

 

Directions to the Nelson Mandela Museum:

Isiko likwindawo ephakathi kwaseThekwini naseBhayi. Ungangenelela ngendlela esuka eKapa, eMonti naseThekwini.

Kukho iinqwelo-ntaka ezisuka eRawutini kabini ngemini. Esona sikhululo senqwelo ntaka kule ngingqi siseMonti kwaye sifikelela kuzo zonke iidolophu ezinkulu zaseMzantsi Afrika.

Eli ziko lilisango elingena kunxweme lwasendle, apho unokutyelela iilwandle ezinkulu njengePort St Johns kunye ne Coffee Bay, kunye lizingca ngokuba nezibuko ezintle ezikhazimlayo nezahlukileyo kuMzantsi Afrika uphela.

 

 

Inombolo: +27 (0) 47 532 5110 Ifeksi: +27 (0) 47 532 3345 Imeyile: info@mandelamuseum.org.za
Websayithi: http://www.mandelamuseum.org.za
Idilesi: Nelson Mandela National Museum, Bunga Building, Nelson Mandela Dr &Owen Street, Mthatha, Eastern Cape Province, 5100. Idilesi yePosi: Nelson Mandela Museum , PO Box 52808 , Mthatha, 5099, South Africa