Inkonzo, isikhokelo kunye nolondolozo zingu ngqa phambili kushishino lwethu, Isidima, siyakuthembisa oko, siziphatha ngokomthetho, imveliso yethu, inkonzo kwaye nolwazi kunokuthenjelwa kuko, Uphuhliso kunye nemfundiso siliqumrhu elifundayo nelinenkuthazo nelidlala indima kuphuhliso nelinceda ukuba abantu bafunde, Ukutsala umdla sinikwa umdla nguNelson Rolihlahla Mandela kwaye sinika abantu umdla ukuba benze kakuhle kakhulu. |