Iziko elinguvimba weembali iNelson Mandela: Mthatha - Qunu - Mvezo

Abaxhasi beli ziko

 

ISebe lezobuGcisa neNkcubeko
Kumaxa amaninzi iSebe lezobuGcisa neNkcubeko lisingathe isithethe sokuqokelela uvimba wolwazi lwelizwe laseMzantsi Afrika neenkumbulo ngezinto eziya zivela ngokuvela.

Lithwele uxanduva lokugcina imbali ngezinto ezililifa lethu, isisekelo somnombo wethu, amaziko ethu ovimba wembali kunye namaqonga emiboniso yezakhono zobugcisa bezandla kwaye ithweswe uxanduva lokuphakamisa nokuphuhlisa ubuchule nobugcisa eMzantsi Afrika beli xesha.
www.dac.gov.za

   
uRhulumente waseMzantsi Afrika
www.gov.za
   

IBhodi yeLotari yeSizwe
IBhodi yeSizwe yeLotari iye yaqaliswa kwinyanga ka-Oktobha 1998 ngokohlobo lweLotteries Act (No.57 ka1997) kunye noMnu Joe Foster njengosihlalo wokuqala wale bhodi.

Onke amalungu onyuliwe okwexesha leminyaka emihlanu.
www.nlb.org.za

   
Meeg Bank
Le bhanki ijolise ekubeni yeyona ncutshe yebhanki ejongene kuphela nokuncedisana nemveliso kwaneenkonzo esele ziqalisiwe kwintengiso entsha eMzantsi Afrika nakumanye amazwe.
www.meegbank.co.za
   
  ITranskei Central Distributors
   
 

Weirs Cash and Carry


Ukuba ungathanda ukuba ngumxhasi weli ziko nceda usiqhagamshele